July 13, 2020
July 13, 2020
Yayiyiminyaka eyi-21 eyadlulayo mhlenikezeni wasishiya ngephanyazo. Zange ndikholelwe, ndakhathazeka kakhulu sesosithwakumbe. Uyohlala entliziyweni yam ngonaphakade. wanga umphefumlo wakho ungaphula ngoxolo.
Ivela ku Makazi wakho kouthandayo.
Ivela ku Makazi wakho kouthandayo.