ForeverMissed
Large image
This memorial website was created in memory of our loved one, Sabelo Kolosa, 36 years old, born on March 29, 1955, and passed away on April 17, 1991. We will remember him forever.
April 8, 2019
April 8, 2019
"Zabuya zonke iingcinga ngawe Mntakwethu xa sasonwabele iholide yehlobo, oko kukuthi uDesemba nenyibidyala. Sasihleli sonke silusapho lwamaNtlane nnabahlobo nezihlobo.Unyana wakho omkhulu uXolani ekho naye noncumo lwakhe." Phumla ngoxolo Ntlane'lihle!
April 17, 2018
April 17, 2018
"Ntlane elihle bendikucinga kungentsuku zatywala, ndibona 'uNomgcana" esithi tshe ndihleli phandle.Ndancuma ndedwa. Bayakhula abantwana, lala uphumle ngoxolo naphakade"
April 28, 2015
April 28, 2015
"Ndihlala ndicinga ngawe mntakwethu ngemihla enzima nangexesha endiziva nililolo ngalo,fane ndixole xa ndibona inzala yakho".
June 11, 2014
June 11, 2014
Uhlala usengqondweni yam Ntlane maxawambi de ndikufanise nabanye abantu abasadla amazimba. Kubamnandi xa ndibona inzala yakho ndikhumbula naloo mihla yokukhula kwethu kweso sandla sikaMangwenduna. Lala ngoxolo wena wabiya ngenduku amahlahla ekhona.Nomggcana.........
October 7, 2013
October 7, 2013
Chul' ukunyathela. Ntlang' entle!

Amade ngawetyala kuwe Ntlane!
April 17, 2013
April 17, 2013
Awuzange ubenawo amagama amaninzi kodwa xa uyenza into uyenza ke noba ngubani othini!
Wohlala uhleli ezingcingeni zethu, Ntlane.

Leave a Tribute

Light a Candle
Lay a Flower
Leave a Note
 
Recent Tributes
April 8, 2019
April 8, 2019
"Zabuya zonke iingcinga ngawe Mntakwethu xa sasonwabele iholide yehlobo, oko kukuthi uDesemba nenyibidyala. Sasihleli sonke silusapho lwamaNtlane nnabahlobo nezihlobo.Unyana wakho omkhulu uXolani ekho naye noncumo lwakhe." Phumla ngoxolo Ntlane'lihle!
April 17, 2018
April 17, 2018
"Ntlane elihle bendikucinga kungentsuku zatywala, ndibona 'uNomgcana" esithi tshe ndihleli phandle.Ndancuma ndedwa. Bayakhula abantwana, lala uphumle ngoxolo naphakade"
April 28, 2015
April 28, 2015
"Ndihlala ndicinga ngawe mntakwethu ngemihla enzima nangexesha endiziva nililolo ngalo,fane ndixole xa ndibona inzala yakho".
Recent stories

Invite others to Sabelo's website:

Invite by email

Post to your timeline