ForeverMissed
Large image
Tributes
July 13, 2020
July 13, 2020
Yayiyiminyaka eyi-21 eyadlulayo mhlenikezeni wasishiya ngephanyazo. Zange ndikholelwe, ndakhathazeka kakhulu sesosithwakumbe. Uyohlala entliziyweni yam ngonaphakade. wanga umphefumlo wakho ungaphula ngoxolo.
Ivela ku Makazi wakho kouthandayo.
October 7, 2013
October 7, 2013
Ihambo yakho emfutshane yenobunzithi-nzithi. Ntlanekazi! wayengaxakwanganto nakanye uBawo!

Leave a Tribute

Light a Candle
Lay a Flower
Leave a Note