ForeverMissed
Large image
Tributes
August 4, 2015
August 4, 2015
"Tat'omdala sohlala sikukhumbula. Ububele bakho sisabukhumbula kunanamhla oku. Ndiyathemba uyabona ngeliso lomphefumlo imisebenza yomzukuu wakho. Makwande apho athatha khona.Ikhaya khulu sakuligcina kakuhle kwisizikulwana ngesizukulwana.Lala ngoxolo Ntlane."
July 11, 2012
July 11, 2012
Wasenza abantu abangcono Ntlane. Siyabulela ngempuphuma yothando lwakho ngabantwana babantakwenu. Kunamhla nje sinamagama ezizweni. Phumla ngoxolo umzamo omhle wawuzama! Sohlala sikukhumbula.

Leave a Tribute

Light a Candle
Lay a Flower
Leave a Note