"Tat'omdala sohlala sikukhumbula. Ububele bakho sisabukhumbula kunanamhla oku. Ndiyathemba uyabona ngeliso lomphefumlo imisebenza yomzukuu wakho. Makwande apho athatha khona.Ikhaya khulu sakuligcina kakuhle kwisizikulwana ngesizukulwana.Lala ngoxolo Ntlane."